Kodwa akhathazeka amaJuda, aqokelela amatshijolo ezitalatweni, yaligquba elenza intswahla nesiphithi-phithi edolophini. Lawuhlasela umzi kaJason, liba balapho ooPawulos noSilas, liza kubasa ematyaleni.