Kambe abanye bazinikela, baza bamlandela. Phakathi kwabo kwakukho uDiyonisi, ilungu leAriyopago, nomfazi ogama linguDamari, kunye nabanye.