Umsebenzi Wabathunywa 17:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa akuva amaJuda aseTesalonika ukuba uPawulos ulishumayela naseBheriya ilizwi likaThixo, aya apho, afika afaka umoya woqhushululu ebantwini.

Umsebenzi Wabathunywa 17

Umsebenzi Wabathunywa 17:3-16