Umsebenzi Wabathunywa 17:11 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu balapho bona babeneengqondo eziphangaleleyo kunabantu baseTesalonika. Baluphulaphula ngomdla bona udaba, bazifunda mihla le *neziBhalo, befuna ukuqonda ukuba uPawulos unyanisile na.

Umsebenzi Wabathunywa 17

Umsebenzi Wabathunywa 17:9-12