UPawulos noSilas bayishiya ke intolongo leyo, baya kwaLidiya. Apho ke bahlangana namakholwa, baza bathi, bakuba bewakhuthazile, bemka.