Umsebenzi Wabathunywa 16:34 Ibhayibhile (XHO96)

Waya nabo endlwini yakhe ooPawulos noSilas, wabapha ukutya. Yena nosapho lwakhe bazaliswa luvuyo ngenxa yokuba bezinikele kuThixo.

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:29-40