Umsebenzi Wabathunywa 16:3 Ibhayibhile (XHO96)

UPawulos wafuna ukuhamba noTimoti, ngoko ke wamolùsa kuqala, kuba onke amaJuda aloo mmandla ayesazi ukuba uyise wayengolukanga.

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:1-7