Umsebenzi Wabathunywa 16:15 Ibhayibhile (XHO96)

Yabhaptizwa kunye nosapho lwayo. Yaza ke yasimema isithi: “Ukuba nithi ndilikholwa ngenene eNkosini, khanizokuhlala kwam.” Yasithundeza ke ukuba siye.

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:14-21