Umsebenzi Wabathunywa 16:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokukhawuleza emva kwalo mbono kaPawulos, salungiselela ukuya eMakedoni, kuba saqonda ukuba uThixo usibizela ukuba siye kuzishumayela iindaba ezimnandi kubantu balapho.

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:4-13