Umsebenzi Wabathunywa 15:39 Ibhayibhile (XHO96)

Baxambulisana ke ngale ndawo, bada bagqibela ngokwahlukana. UBharnabha wahamba noMarko, basinga eSipro ngesikhephe.

Umsebenzi Wabathunywa 15

Umsebenzi Wabathunywa 15:36-41