Umsebenzi Wabathunywa 15:22 Ibhayibhile (XHO96)

*Abathunywa nabadala, kunye nebandla lonke, bafika kwisigqibo sokuba kukhethwe amadoda phakathi kwabo, athunywe eAntiyokwe kunye noPawulos noBharnabha. Banyulwa ke ooJudas ogama limbi linguBharsabha kunye noSilas, ingamadoda awayebekwe kakhulu ngamakholwa.

Umsebenzi Wabathunywa 15

Umsebenzi Wabathunywa 15:21-29