Umsebenzi Wabathunywa 15:20 Ibhayibhile (XHO96)

koko masizibhalele incwadi sizixelele ukuba mazingatyi naluphi na uhlobo lokutya okungahlambulukanga ngenxa yokubingelelwa kwizithixo, zizigcine nyulu ekurheletyeni, zingatyi nasiphi na isilo esikrwitshiweyo, nanyama inegazi.

Umsebenzi Wabathunywa 15

Umsebenzi Wabathunywa 15:18-28