Umsebenzi Wabathunywa 15:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakuthe cwaka ngexesha uBharnabha noPawulos besenza ingxelo ngemimangaliso nemiqondiso ayenzileyo uThixo ngabo phakathi kweentlanga.

Umsebenzi Wabathunywa 15

Umsebenzi Wabathunywa 15:5-14