Umsebenzi Wabathunywa 14:5 Ibhayibhile (XHO96)

Zaza iintlanga namaJuda ndawonye neenkokheli zazimisela ukubaphatha kakubi abathunywa, zibaxulube ngamatye.

Umsebenzi Wabathunywa 14

Umsebenzi Wabathunywa 14:1-9