Umsebenzi Wabathunywa 14:27 Ibhayibhile (XHO96)

Bakufika eAntiyokwe, balihlanganisela ndawonye ibandla, babalisa ngezinto uThixo awazenza ngabo, bexela nokuba nabaziintlanga uThixo ubavulele indlela yokukholwa.

Umsebenzi Wabathunywa 14

Umsebenzi Wabathunywa 14:17-28