Umsebenzi Wabathunywa 14:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kwakukho indlu yokunqulela uZeyus ngaphandle nje kwedolophu. Waza umbingeleli kaZeyus weza neenkunzi zeenkomo neentyatyambo esangweni ledolophu. Yena nesihlwele eso babefuna ukwenzela *abathunywa idini.

Umsebenzi Wabathunywa 14

Umsebenzi Wabathunywa 14:4-17