Umsebenzi Wabathunywa 14:11 Ibhayibhile (XHO96)

Zithe izihlwele zakuyibona le nto yenziwe nguPawulos, zakhwaza ngesiLikawoni zisithi: “Oothixo beze kuthi befana nabantu!”

Umsebenzi Wabathunywa 14

Umsebenzi Wabathunywa 14:6-20