Umsebenzi Wabathunywa 13:50 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa amaJuda adala uchuku, enza *abathunywa bavukelwa ngamadoda aloo dolophu aphambili kwanangabafazi abakumgangatho ophezulu entlalweni, ababemhlonela uThixo. Babatshutshisa babagxotha kuloo mmandla.

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:46-51