Umsebenzi Wabathunywa 13:48 Ibhayibhile (XHO96)

Zavuya iintlanga zakukuva oku, zayidumisa iNkosi ngenxa yodaba lwayo. Abo ke babenyulelwe ukungena ebomini obungonaphakade, baguquka bangamakholwa.

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:38-39-52