Umsebenzi Wabathunywa 13:46 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa bona ooPawulos noBharnabha bawaxelela phandle amaJuda bathi: “Kakade bekufuneka lishunyayezwe nina kuqala ilizwi likaThixo; koko ngenxa yokuba nilibukula, niziqonda ukuba anibulungelanga ubomi obungonaphakade, siza kuniyeka, siye ezintlangeni.

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:35-51