Umsebenzi Wabathunywa 13:27 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku abantu baseJerusalem, bekunye neenkokheli zabo, babengamazi, bengawaqondi namazwi abashumayeli bamandulo afundwayo ngayo yonke iMihla yokuPhumla. Kodwa bâwazalisekisa amazwi abo bashumayeli ngokumgweba uYesu.

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:19-32