Umsebenzi Wabathunywa 13:22 Ibhayibhile (XHO96)

Akumsusa uSawule, uThixo wamisela uDavide wangukumkani. Nanga amazwi athethwa nguThixo ngoDavide: ‘Ndiphawule ukuba uDavide, unyana kaJese, ngulo mntu kanye ndimfunayo, umfo oya kwenza oko sukuba ndifuna kwenziwe.’

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:13-24