Umsebenzi Wabathunywa 13:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ikwanguye owazitshabalalisayo izizwe ezisixhenxe eKanana, waza loo mhlaba wawunika abantu bakhe amaSirayeli.

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:17-25