Umsebenzi Wabathunywa 13:16 Ibhayibhile (XHO96)

Waphakama uPawulos, wawangawangisa ngesandla, ukuba kuthi cwaka, waza wenjenje ukuthetha: “Mawethu, maSirayeli, nani nina zintlanga zimhlonelayo uThixo, khanibeke iindlebe!

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:14-24