Umsebenzi Wabathunywa 13:11 Ibhayibhile (XHO96)

Khona ngoku iNkosi iza kukubetha, ube yimfama, futhi kuya kuba mzuzu ungakuboni ukukhanya.”Ngoko nangoko aba nkungu amehlo kaElima, wabuva ubumnyama buwavala, wajikeleza ke empampatha, efuna umntu ongamrhuqayo.

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:6-20