Umsebenzi Wabathunywa 12:8 Ibhayibhile (XHO96)

Saqhuba sathi: “Bhinqa, unxibe iimbadada zakho.” Wenjenjalo ke uPetros, saza saphinda isithunywa eso sathi: “Yambatha, undilandele.”

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:6-10