Umsebenzi Wabathunywa 12:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uPetros wayelele phakathi kwabalindi ababini, ebotshelelwe kubo ngamatyathanga, kukho nabagadi abalinde isango lentolongo, ngobusuku obuphambi komhla awayeza kusiwa ngawo ematyaleni nguHerode.

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:1-11