Umsebenzi Wabathunywa 12:4 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba ebanjiwe uPetros, wavalelwa entolongweni. Wanikelwa ukuba alindwe ngamajoni angamaqela amane angamane. UHerode wayezimisele ukumsa ematyaleni emva *kwePasika.

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:1-7