Umsebenzi Wabathunywa 12:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ngakonje ukuba batsho abantu, isithunywa seNkosi sambetha ngesifo uHerode, ngokuba engamnikanga mbeko uThixo. Wadliwa ziimpethu, wada wafa.

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:22-25