Umsebenzi Wabathunywa 12:17 Ibhayibhile (XHO96)

Wawangawangisa ngesandla ukuba bathi cwaka, waza ke wabachazela indlela emkhuphe ngayo iNkosi entolongweni. Wabayaleza ukuba baye kuxela le nto kuYakobi nakwamanye amakholwa, waza yena wemka waya kwenye indawo.

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:14-20