Umsebenzi Wabathunywa 12:15 Ibhayibhile (XHO96)

“Unantoni na? Uyageza!” bamphikisa batsho abo babesendlwini. Kodwa yena wema ekubeni le nto iyinyaniso. Bathi ke bona: “Hayi ke, fan' ukuba sisithunywa sakhe.”

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:12-20