Umsebenzi Wabathunywa 12:11 Ibhayibhile (XHO96)

Akuqabuka ebuthongweni uPetros wathi: “Ngoku ndiyazi ukuba ngenene le nto yinyaniso! INkosi isithumele isithunywa sayo, sandihlangula egunyeni likaHerode, nakuzo zonke izinto amaJuda ebenqwenela ukuzenza kum.”

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:10-12