Umsebenzi Wabathunywa 11:28 Ibhayibhile (XHO96)

Omnye wabo ogama linguAgabho, ezele nguMoya oyiNgcwele, wayixela kwangaphambili indlala eyayiza kubakho kuwo wonke umhlaba. Yona ke yafika ngexesha *likaKhesare Klawudiyo.

Umsebenzi Wabathunywa 11

Umsebenzi Wabathunywa 11:20-30