Umsebenzi Wabathunywa 11:26 Ibhayibhile (XHO96)

Akumfumana, waya naye eAntiyokwe. Yaba ngunyaka wonke aba babini behlala phakathi kwebandla elo, baza baqeqesha iqela elikhulu. Kwakulapha eAntiyokwe apho abalandeli bakaYesu baqala ukubizwa ngokuba ngamaKrestu.

Umsebenzi Wabathunywa 11

Umsebenzi Wabathunywa 11:21-28