Umsebenzi Wabathunywa 11:23 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba efikile khona, wabubona ububele bukaThixo ebantwini; waza wavuya wabalúleka bonke ukuba bathembeke, banyaniseke eNkosini ngeentliziyo zabo zonke.

Umsebenzi Wabathunywa 11

Umsebenzi Wabathunywa 11:19-30