Umsebenzi Wabathunywa 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

UMoya oyiNgcwele wathi mandihambe nawo loo madoda, ndingathingazi. Naloo makholwa mathandathu aseJopa aya kunye nam eKhesariya, safikela kwaKorneli sisonke.

Umsebenzi Wabathunywa 11

Umsebenzi Wabathunywa 11:2-17