Umsebenzi Wabathunywa 11:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. *Abathunywa namakholwa akulo lonke elakwaJuda, eva ukuba iintlanga nazo zilamkele ilizwi likaThixo.

2. Akubuyela eJerusalem uPetros, amaJuda angamakholwa amgxeka esithi:

3. “Wena ubulundwendwe lwabantu abangolukiyo ngokwesiko likaMosis, usitya nokutya nabo.”

Umsebenzi Wabathunywa 11