Umsebenzi Wabathunywa 10:38 Ibhayibhile (XHO96)

Nivile ngoYesu waseNazarete owathanjiswa nguThixo ngoMoya oyiNgcwele waba namandla. Wayehamba kulo lonke, esenza okulungileyo, ebaphilisa bonke ababephantsi kwamandla omtyholi, kuba uThixo wayenaye.

Umsebenzi Wabathunywa 10

Umsebenzi Wabathunywa 10:31-42