Umsebenzi Wabathunywa 10:22 Ibhayibhile (XHO96)

Wona aphendula athi: “Sithunywa yiNkosi yethu uKorneli, oyindoda elungileyo emhlonelayo uThixo, ehlonitshwayo nangamaJuda. Uxelelwe sisithunywa sikaThixo ukuba makakubize uye endlwini yakhe, ukuze eve loo nto uya kumxelela yona.”

Umsebenzi Wabathunywa 10

Umsebenzi Wabathunywa 10:12-28