Umsebenzi Wabathunywa 10:2 Ibhayibhile (XHO96)

Yena nosapho lwakhe babengabantu abamnqulayo bemhlonela uThixo. Wayengumntu onezinwe, ewanceda amaJuda ahlelelekileyo, ethandaza rhoqo kuThixo.

Umsebenzi Wabathunywa 10

Umsebenzi Wabathunywa 10:1-8