Umsebenzi Wabathunywa 10:19 Ibhayibhile (XHO96)

UPetros yena wayesajika-jikana nalo mbono ukuva kwakhe uMoya oyiNgcwele esithi: “Phulaphula, nango amadoda amathathu ekufuna.

Umsebenzi Wabathunywa 10

Umsebenzi Wabathunywa 10:9-24