Umsebenzi Wabathunywa 10:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku asamangalisiweyo yena uPetros ukuba ngaba yintoni na intsingiselo yalo mbono, wona amadoda athunywe nguKorneli ayesede awufumana umkhondo wendlu kaSimon, selemi esangweni.

Umsebenzi Wabathunywa 10

Umsebenzi Wabathunywa 10:10-20