Umsebenzi Wabathunywa 1:8 Ibhayibhile (XHO96)

Nina niya kunikwa amandla, akufika kuni uMoya oyiNgcwele, nindingqinele ebantwini baseJerusalem, nabakulo lonke elakwaJuda, nabaseSamariya, kude kuse naseziphelweni zomhlaba.”

Umsebenzi Wabathunywa 1

Umsebenzi Wabathunywa 1:1-12