Umsebenzi Wabathunywa 1:6 Ibhayibhile (XHO96)

Xa babendawonye, abathunywa bambuza uYesu besithi: “Nkosi, ngaba uza kulubuyisela kwangoku na ulawulo kumaSirayeli?”

Umsebenzi Wabathunywa 1

Umsebenzi Wabathunywa 1:4-12