Umsebenzi Wabathunywa 1:23 Ibhayibhile (XHO96)

Baza baphakamisa amagama amadoda amabini: uJosefu owayesaziwa ngokuba nguBharsabha, obizwa nangokuba nguYusto, kwakunye noMatiya.

Umsebenzi Wabathunywa 1

Umsebenzi Wabathunywa 1:13-25