Umsebenzi Wabathunywa 1:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku le ndoda yathenga umhlaba ngaloo mali yayifumana ngenkohlakalo. Yawa ngesisu, sagqabhuka, zaphalala izibilini kuloo ndawo.

Umsebenzi Wabathunywa 1

Umsebenzi Wabathunywa 1:10-25