Umsebenzi Wabathunywa 1:16 Ibhayibhile (XHO96)

“Madoda, mawethu, bekufanelekile ukuba kuzaliseke okwathethwa nguMoya oyiNgcwele, esebenzisa uDavide ukuxela okuya kwenzeka kuJudas, lowo wabakhokelela kuYesu abo bambambayo.

Umsebenzi Wabathunywa 1

Umsebenzi Wabathunywa 1:7-19