Umika 7:20 Ibhayibhile (XHO96)

Wena uya kunyaniseka kuYakobi,uya kubuya ngenceba kuAbraham,njengoko wabhambathisayo ngesifungo koobawo,kudala-dala ngemihla yamandulo.

Umika 7

Umika 7:19-20