Umika 7:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mini baya kufika bevela eAsiriya nakwizixeko zaseJiputa,bethabathela eJiputa, bade baye kutsho kumlambo iEfrati,bephuma elwandle, bee xhaxhe ngolunye ulwandle,bethabathela entabeni, baye kuthi gaa ngenye intaba.

Umika 7

Umika 7:4-20