Umika 6:5 Ibhayibhile (XHO96)

Bantu bam, senikulibele na ukucetyiswa kukaBhalaki ukumkani waseMowabhi?Aniyikhumbuli na impendulo kaBhalam unyana kaBhehore?Zona izigigaba zaseShitim naseGiligali?Yiqiqeni imisebenzi elungileyo kaNdikhoyo.”

Umika 6

Umika 6:4-15